Lo mvavanyi-mibono ufuna ukwazi imibono yakho ngesixeko saseNew Brighton – ukuba uziva njani nalendawo, ngawaphi amathuba ophuhliso akhoyo, yintoni efuna ukulungiswa okanye yenziwe ngcono, kwakunye zeziphi iiprojekthi ezinokuqulunqwa apha. Iimpendulo zakho zizakunceda, zichaphazelele
inkqubo zeMBDA apha kule ngingqi.
Lo mvavanyi-mibono awuzi kuthatha ixesha elingapha kwewemzizu emihlanu. Ngaphezu koko, zonke
iimpendulo zakho zizakugcinwa ZIYIMFIHLO ZINGENAMNINI-YO.